• ovayo_99 11w

    By unknown writer

    Read More

    Mandingozeli, nKosi yam,
    Phakathi komsebenzi wam;
    Ndivuselele, Mandla am,
    Ndivuke kubuthongo bam.
    Ubona ukuswela kwam,
    Z'uncede ukukholwa kwam.